Matatiele

Matatiele yidolophu encinci efumaneka kwilixa lakwa KwaZulu-Natal, eMzantsi Afrika. Kuhlala itlanga zamaXhosa, Amahlubi, kunye nabeSotho zonke ezontlanga zithe zabekwa kwindawo zazo. Imatatiele inengcombolo yemvelaphi apho ufumana intaba zokhahlamba ngaseleSotho kwaye iselinxwemeni yakwaZulu Natal kunye naseMpuma Koloni.

Other Languages
Afrikaans: Matatiele
Deutsch: Matatiele
English: Matatiele
eesti: Matatiele
euskara: Matatiele
italiano: Matatiele
Sesotho sa Leboa: Matatiele
română: Matatiele
Sesotho: Matatiele
Setswana: Matatiele
中文: 馬塔蒂勒