IsiNgesi

EN ( ISO 639-1)
Amazwe aphawulwe ngebala elubuhlaza bawo bungqindilili ngamazwe eluthethwa khona isingesi ubukhulu becala, kwaye kumazwe apho isiNgesi sibaluleke kakhulu aphawulwe ngombala oluhlaza nobuphatsha kunalo wokuqala.

isiNgesi l ulwimi lwaseNtshona-Jamani olwathethwa okokuqala yi Anglo-Saxon eNgilani ngeminyaka yokuqala ye Middle Ages. Sithetha nje lelona lwimi lusetyenziswa kakhulu kwihlabathi jikelele. [1]

Luthethwa kumazwe ngamazwe ehlabathi lonke jikelele. Lulwimi lokuqala lwas eUnited Kingdom, e United States, e Canada, e Australia, e Ireland, e New Zealand namazwe amaninzi e Caribbean. Bamalunga na-375 ezigidi abantu abasithetha isingesi nje ngolwimi lweenkobe (abantu abantetho yabo isisiNgesi), [2] nto leyo esibeka kwindawo yesibini isiNgesi njengolona lwimi luthethwayo kwihlabathi. Bamalunga nama-220 ezigidi zabanye abantu abasithetha njengolwimi olongezelelwa kwiilwimi zabo zeenkobe, kwaye kusekho izigidi-gidi zabantu abasafunda ukusithetha.

Sitshintshile ke isiNgesi, kunjalo nje besisoloko sitshintshwa ngenxa yefuthe lezinye iilwimi. [3] Kuba phantse ama-60% entetho isuka kw isiLatini, maxa wambi isiNgesi sithathwa ngokuba lolona lwimi lunesiLatini kwiilwimi zesiJamani. [4]

Imbali

IsiNgesi saaqala eNgilane. Iintlanga z amaJamani ( amaSaxons, amaAngles, kunye namaJutes) eeza eBritane malunga phaya ngoo-449 AD. Bafika mazenzela ikhaya emzantsi nasempuma yesi siqithi, bethyalela ngaphandle amaBritane aluhlobo lwamaCeltic ababefike kuqala kunabo, babenza ukuba bathethe ulwimi lwesingesi endaweni yolwimi lwabo lwakudala ulwimi lwesiCeltic.

Unanamhla oku zisekho iilwimi zesiCeltic ezisathethwayo, ingakumbi eWales, apho isiWelsh ilulwimi lokuqala kwinxalenye yabantu abahlala kumaphandle. Inani labantetho is isiGaelic e Scotland lincinane, kwaye phantse bonke bakwi naseziqithini. Ulwimi olubizwa ngokuba s" iScots" lona lululwimi oluyinzalelwane yesiNgesi. isiGaelic e Ireland nase[Isle of Man]] sithethwa ngabantu abambalwa kakhulu.

Iilwimi ezizalana nesiJamani zezi ntlanga zaba s isiNgesi samandul. Igama elithi English lisuka kwigama likaAngles: uEnglas. IsiNgesi sakudala asivakali njengesiNgesi esisithethayo ngoku. Ukuba abantu abantetho isisiNgesi ngoku bangamamela okanye bafunde umhlathi obhalwe ngesiNgesi sakudala, ambalwa kakhulu amagama abangawaqonda ukuba athetha ukuthini.

Olona lwimi lusondele esiNgesini esisesasetyenziswayo namhlanje s isiFrisian, sithethwa ngabantu abangama-500,000 nabahlala e Netherlands, e Germany nase Denmark. Ngaphezu kokuba olu lwimi lubufana nesiNgesi, abantu abathetha ezi lwimi zimbini abavani kakuhle into abayithethayo. Kodwa nangona kunjalo, abantu abambalwa bathi olona lwimi lusondeleyo esiNgesini lulwimi lwesiDatshi.

Abanye abantu abaninzi beeza eNgilane kamva ngamaxesha ahlukeneyo, bethetha iilwimi ezahlukeneyo, kwaye ezi lwimi zathi zongeza amanye amagama amaninzi kwatsho kwadaleka esi siNgesi sithethwayo kungoku nje.

Nanku umzekelo, kwiminyaka yoo800 AD, ama Danish nama Norse kunye nama pirates, nababizwa ng amaVikings, beza kweli lizwe saza isiNgesi samkela amagama emboleko amaNorse amaninzi. Iilwimi zabo zazizez amaJamani, njengesiNgesi samaNdulo.

Emva k oloyiso lukaWilliam wayithabathela kuye iNgilane ngo1066 AD kunye nomlhosi wakhe waza wabayikumkani, weza nabantu bakhe abahloniphekileyo, ababentetho yabo is isiNorman, ulwimi olwaluzalana kakhulu nesiFrentshi, ukuba lubekho k urhulumente omtsha. Baasivala isiNgesi ixesha elide ukuba sifundiswe ezikolweni, lwaza ulwimi lwatshintsha kakhulu, kuba sasithethwa ubukhulu becala endaweni yokokuba sibhalwe, isithuba esingangeminyaka engama-300. IsiNgesi saaboleka amagama amaninzi kwisiNorman ngexesha esasinokubizwa ngokuba lulwimi olwahlukileyo, iMiddle English. U-Geoffrey Chaucer ngumbhali owaziwayo wesiNgesi ekuthiwa yiMiddle English. Emva kwezandi ezininzi ezathi zatshintsha, isiNgesi iMiddle English sabasisiNgesi esiphuculweyo. Nangona umsebenzi kaShakespeare ungabonakala umdala kakhulu, kodwa ibizwa ngokuba iphucukile.

Saaqhubela phambili isiNgesi ngokuthatha amagama amatsha kwezinye iilwimi, umzekelo, ingakumbi kw isiFrentshi (malunga nama-30% ukuya kuma-40% amagama aso), kodwa nakw isiTshyayina, isiHindi ne siUrdu, isiJapanese, isiSpanishi kunye ne siPhuthukezi. Kwathi kuba iingcali ezininzi ezazisuka kumazwe ahlukeneyo kwakufuneka zincokole zikwazi ukuthetha omnye komnye, baachonga amagama ezinto ayakuthi asetyenziswe kwezophando kwaye loo magama achongwa kwiilwimi ababezazi bebonke: isiGrike kunye ne siLatini. Laa magama eza nasesiNgesini kananjalo, umzekelo, umfanekiso ofotiweyo ("ifoto-" ithetha "ukukhanya" "kwaye "-igrafu" ithetha "umfanekiso" okanye "umbhalo", kwisiGrike. Umfanekiso ofotiweto ngumfanekiso owenziwe ngokusebenzisa ukukhanya), okanye ifowuni. Lilonke ke, isiNgesi senziwe ngesiNgesi samaNdulo (esizalana kakhulu ne siJamani kunye ne |siDatshi), isiNorse, kunye nesiFrench, kwaye sitshintshwe nasisiLatini, isiGrike, isiTshayina, isiHindi, isiJaphane, kunye nesiPanishi, namanye amagama amaninzi avela kwezinye iilwimi.

Imbali yo buKumkani baseBritane bufake isandla ekwandeni kolwimi lwesiNgesi. Kunamhlanje nje, isingesi lolona lwimi lubaluleke kakhulu kwiindawo ezininzi, ezifana ne Austreliya, iKhanada, iHong Kong, kw Rhiphabhlikhi yaseIndia nase Pakistan, e Mzantsi Afrika, nakw izizwe ezimanyeneyo zaseMelika, Isingesi lolona lwimi. Kuba ubuKumkani bezizwe eziManyeneyo (ilizwe apho iNgilane ikhoyo) kunye nezizwe zaseMelika ezimanyeneyo zibe zizizwe ngokwembali ebezisoloko zinamandla ekwenzeni imali naseburhulumenteni, abantu abaninzi babona iluncedo ukufunda isiNgesi ukuze bakwazi ukuthetha kumaziko ezophando, ezoshishino, nakwe zozakuzelwano. Esi sifundo ke kuthiwa IsiNgesi njengolwimi olongezelelweyo, isiNgesi ngengolwimi lwesiBini (ESL) okanye isiNgesi njengolwimi oluvela ngaphandle (EFL).

Amabali nemidlalo edumileyo neyaziwa kakhulu. uShakespeare waye engumbhali we mibongo nemidlalo yeqonga yesiNgesi edume kakhulu. Sithetha nje, iingoma kunye nemovie (imiboniso yeefilim)zonke zisebenzisa ulwimi lwesiNgesi.

Other Languages
адыгабзэ: Инджылызыбзэ
Afrikaans: Engels
Akan: English
Alemannisch: Englische Sprache
አማርኛ: እንግሊዝኛ
aragonés: Idioma anglés
العربية: لغة إنجليزية
مصرى: انجليزى
অসমীয়া: ইংৰাজী ভাষা
asturianu: Inglés
Aymar aru: Inlish aru
azərbaycanca: İngilis dili
башҡортса: Инглиз теле
žemaitėška: Onglu kalba
Bikol Central: Ingles
беларуская: Англійская мова
беларуская (тарашкевіца)‎: Ангельская мова
български: Английски език
भोजपुरी: अंगरेजी
Bahasa Banjar: Bahasa Inggris
bamanankan: Angilɛkan
বিষ্ণুপ্রিয়া মণিপুরী: ইংরেজি ঠার
brezhoneg: Saozneg
bosanski: Engleski jezik
ᨅᨔ ᨕᨘᨁᨗ: ᨅᨔ ᨕᨗᨋᨗᨔᨗ
буряад: Англи хэлэн
català: Anglès
Chavacano de Zamboanga: Lengua Inglés
Mìng-dĕ̤ng-ngṳ̄: Ĭng-ngṳ̄
Cebuano: Iningles
Nēhiyawēwin / ᓀᐦᐃᔭᐍᐏᐣ: ᐧᐁᒥᔥᑎᑯᔒᐤ ᐊᔨᒧᐧᐃᓐ
qırımtatarca: İngliz tili
čeština: Angličtina
kaszëbsczi: Anielsczi jãzëk
словѣньскъ / ⰔⰎⰑⰂⰡⰐⰠⰔⰍⰟ: Англїискъ ѩꙁꙑкъ
Cymraeg: Saesneg
Zazaki: İngılızki
dolnoserbski: Engelšćina
ދިވެހިބަސް: އިނގިރޭސި
eʋegbe: Eŋlisigbe
Ελληνικά: Αγγλική γλώσσα
emiliàn e rumagnòl: Inglés
Esperanto: Angla lingvo
español: Idioma inglés
euskara: Ingeles
estremeñu: Luenga ingresa
føroyskt: Enskt mál
français: Anglais
arpetan: Anglès
Nordfriisk: Ingelsk
Frysk: Ingelsk
Gaeilge: An Béarla
贛語: 英語
Gàidhlig: Beurla
Avañe'ẽ: Ingleñe'ẽ
गोंयची कोंकणी / Gõychi Konknni: Inglez
Gaelg: Baarle
Hausa: Turanci
客家語/Hak-kâ-ngî: Yîn-ngî
עברית: אנגלית
Fiji Hindi: English bhasa
hrvatski: Engleski jezik
hornjoserbsce: Jendźelšćina
Kreyòl ayisyen: Lang angle
magyar: Angol nyelv
Հայերեն: Անգլերեն
interlingua: Lingua anglese
Bahasa Indonesia: Bahasa Inggris
Interlingue: Anglesi
íslenska: Enska
italiano: Lingua inglese
ᐃᓄᒃᑎᑐᑦ/inuktitut: ᖃᓪᓗᓈᑎᑐᑦ
日本語: 英語
Patois: Ingglish
la .lojban.: glibau
Basa Jawa: Basa Inggris
Qaraqalpaqsha: Ingliz tili
Taqbaylit: Taglizit
Адыгэбзэ: Инджылыбзэ
Kongo: Kingelezi
қазақша: Ағылшын тілі
kalaallisut: Tuluttut
ភាសាខ្មែរ: ភាសាអង់គ្លេស
ಕನ್ನಡ: ಆಂಗ್ಲ
한국어: 영어
Перем Коми: Инглиш кыв
къарачай-малкъар: Ингилиз тил
कॉशुर / کٲشُر: اَنٖگرَیزی زَبانَ
Ripoarisch: Änglische Sproch
kernowek: Sowsnek
Кыргызча: Англис тили
Lëtzebuergesch: Englesch
Limburgs: Ingels
lumbaart: Lengua inglesa
lingála: Lingɛlɛ́sa
لۊری شومالی: زوٙن ئینگیلیسی
lietuvių: Anglų kalba
latviešu: Angļu valoda
Basa Banyumasan: Basa Inggris
мокшень: Англань кяль
Malagasy: Fiteny anglisy
олык марий: Англичан йылме
Māori: Reo Pākehā
Baso Minangkabau: Bahaso Inggirih
македонски: Англиски јазик
монгол: Англи хэл
кырык мары: Англ йӹлмӹ
Bahasa Melayu: Bahasa Inggeris
Mirandés: Léngua anglesa
مازِرونی: اینگلیسی زبون
Dorerin Naoero: Dorerin Iburubur
Nāhuatl: Inglatlahtolli
Napulitano: Lengua ngrese
Plattdüütsch: Engelsche Spraak
Nedersaksies: Engels
नेपाल भाषा: अंग्रेजी भाषा
Oshiwambo: English
Nederlands: Engels
norsk nynorsk: Engelsk
norsk: Engelsk
Novial: Anglum
Nouormand: Angliais
Sesotho sa Leboa: Seisimane
Diné bizaad: Bilagáana bizaad
Chi-Chewa: Chingerezi
occitan: Anglés
Pangasinan: Salitan Ingles
Kapampangan: Amanung Ingles
Papiamentu: Ingles
Picard: Inglé
Norfuk / Pitkern: Inglish
Piemontèis: Lenga anglèisa
پنجابی: انگریزی
português: Língua inglesa
Runa Simi: Inlish simi
rumantsch: Lingua englaisa
română: Limba engleză
armãneashti: Limba anglicheascã
tarandíne: Lènga 'nglese
русиньскый: Анґліцькый язык
Kinyarwanda: Icyongereza
संस्कृतम्: आङ्ग्लभाषा
саха тыла: Ааҥл тыла
sicilianu: Lingua ngrisa
davvisámegiella: Eaŋgalsgiella
Sängö: Anglëe
srpskohrvatski / српскохрватски: Engleski jezik
Simple English: English language
slovenčina: Angličtina
slovenščina: Angleščina
Gagana Samoa: Fa'aperetania
chiShona: Chirungu
Soomaaliga: Af-Ingiriisi
српски / srpski: Енглески језик
Sranantongo: Ingristongo
SiSwati: SíNgísi
Sesotho: Senyesemane
Basa Sunda: Basa Inggris
svenska: Engelska
Kiswahili: Kiingereza
ślůnski: Angelsko godka
தமிழ்: ஆங்கிலம்
తెలుగు: ఆంగ్ల భాష
Türkmençe: Iňlis dili
Tagalog: Wikang Ingles
Setswana: Sekgoga
Tok Pisin: Tokples Inglis
Türkçe: İngilizce
татарча/tatarça: Инглиз теле
Twi: English
reo tahiti: Anglès
тыва дыл: Англи дыл
удмурт: Англи кыл
ئۇيغۇرچە / Uyghurche: ئىنگىلىز تىلى
українська: Англійська мова
oʻzbekcha/ўзбекча: Ingliz tili
Tshivenda: English
vepsän kel’: Anglijan kel'
Tiếng Việt: Tiếng Anh
West-Vlams: Iengels
Volapük: Linglänapük
Winaray: Ininglis
吴语: 英语
მარგალური: ინგლისური ნინა
ייִדיש: ענגליש
Vahcuengh: Vah Yinghgoz
Zeêuws: Iengels
中文: 英语
文言: 英語
Bân-lâm-gú: Eng-gí
粵語: 英文
isiZulu: IsiNgisi