Ifolokhwe

Kwa-fiziki, i-force kukutyhalwa okanye ukutsalwa okutshintsha okanye okudla ngokutshintsha into ebi imile okanye inqumamile okanye ihamba ngendlela enye efanayo okanye akukutshintsha kwendlela ebekuhamnjwa ngayo okanye indlela emile ngayo loo nto ithile. Amandla enza okokuba izinto zihambe ngesantya esiphezulu, abe ke ngoko ongeza kuxinzelelo, tshintsha umkhondo wendlela ehamba ngayo. hange direction, okanye kuctshintshe indlela emile ngayo loo nto. Amandla alinganiselwa ngee- Newtons. (N).

I-force isoloko ikukutyhala, ukutsala, okanye ukujija, kwaye ichaphazela izinto ngokuthi zityhilizelwe phezulu, zitsalelwe ezantsi, zityhilizelwe ecaleni, okanye kutshintshwe indlela ezimi ngayo zime ngeendlela ezimininzi ezizezinye. 

Umthetho wesibini weNewton

NgokoMthetho wesibini wakwaNweton ongeMtshukumo, umthetho omiselwe ukuze kufumaneke i-force uthi:

Apho ke u- uyi-force, aze ke yena u- abe yi-mass yento, yena ke u- ukukunyuka kwesantya sento.

Lo mthetho uthi xa kukho i-force kwinto loo nto iyakuyahamba ngokukhawuleza okumandla. Ukuba i-force ayimandla kangako kwaye into leyo inobunzima, ngoko ke iyakuthatha ixesha elide ukwandisa isantya, kodwa ukuba i-force iza ngamandla ibe nento leyo kwenziwa kuyo i-force ilula okanye ingenabunzima kuyaphi, iyakuhamba ngesantya esiphezulu ngokukhawuleza okungummangaliso. 

I-Weight

I-Gravity kukunyuka kwesantya. Yonke into ene-mass itsalelwa ezantsi emhlabeni ngenxa yoko kunyuka kwesantya.  Koko kutsalwa kanye oko kubizwa ngokuba yi-weight.

Omnye umntu usenokuthatha le-equation ingasentla aze atshintshe u- ube yi-gravity  esemgangathweni u-g, ize ke ngoko i-formula enge-gravity emhlabeni ibenokufumaneka. 

apho ke u- ayi-weight yento, kanti ke u- yena yi-mass yento, aze yena u- abe sisantya esiphakamileyo ngenxa ye-gravity okanye uzibuthe owenziwa kukuphakama kolwandle. Imalunga ne-.

Lo mthetho uthi xa uyazi i-mass ye-object okanye yento, usengakwazi ukubala ukuba ingakanani na i-force ekwinto ethile ngenxa ye-gravity okanye uzibuthe. kufuneka ubesemhlabeni ukuze ukwazi ukusebenzisa le-formula. Ukuba usennyangeni okanye ukwenye i-planet, usenokuyisebenzisa i-formula kodwa i-g iyakwahluka. 

I-force yi-vector, ngoko ke isenokuba okanye ingabinamandla kwaye isenokwalatha  dkwimikhondo ngemoikhondo. I-gravity isoloko isalatha phantsi emhlabeni (xa ungekho kwi-space).

Other Languages
Afrikaans: Krag
Alemannisch: Kraft
አማርኛ: ጉልበት
aragonés: Fuerza
العربية: قوة
অসমীয়া: বল
asturianu: Fuercia
تۆرکجه: گوج
башҡортса: Көс
Boarisch: Kroft
беларуская: Сіла
беларуская (тарашкевіца)‎: Сіла (фізычная велічыня)
български: Сила
বাংলা: বল
bosanski: Sila
буряад: Хүсэн
català: Força
čeština: Síla
Cymraeg: Grym
dansk: Kraft
Deutsch: Kraft
Ελληνικά: Δύναμη
English: Force
Esperanto: Forto
español: Fuerza
eesti: Jõud
euskara: Indar
estremeñu: Huerça
فارسی: نیرو
français: Force (physique)
Nordfriisk: Krääft (füsiik)
Gaeilge: Fórsa
贛語:
galego: Forza
ગુજરાતી: બળ
Gaelg: Forse
客家語/Hak-kâ-ngî: Li̍t
हिन्दी: बल (भौतिकी)
Fiji Hindi: Taagat
hrvatski: Sila
Kreyòl ayisyen: Fòs
magyar: Erő
հայերեն: Ուժ
interlingua: Fortia
Bahasa Indonesia: Gaya (fisika)
Ido: Forco
íslenska: Kraftur
italiano: Forza
日本語: 力 (物理学)
Patois: Fuos
ქართული: ძალა
Qaraqalpaqsha: Ku'sh
Kabɩyɛ: Ɖoŋ
қазақша: Күш
ភាសាខ្មែរ: កម្លាំង
ಕನ್ನಡ: ಬಲ
한국어: 힘 (물리)
kurdî: Hêz
Latina: Vis
Luganda: Force
Limburgs: Krach
lumbaart: Forza
lietuvių: Jėga
latviešu: Spēks
македонски: Сила
മലയാളം: ബലം
монгол: Хүч
मराठी: बल
Bahasa Melayu: Daya (fizik)
မြန်မာဘာသာ: အား
مازِرونی: نیرو
नेपाली: बल
नेपाल भाषा: तिबः
Nederlands: Kracht
norsk nynorsk: Kraft
norsk: Kraft
occitan: Fòrça
ଓଡ଼ିଆ: ବଳ
ਪੰਜਾਬੀ: ਜ਼ੋਰ
polski: Siła
پنجابی: زور
português: Força
Runa Simi: Kallpa
română: Forță
русский: Сила
русиньскый: Сила
संस्कृतम्: परस्परक्रिया
sardu: Fortzas
sicilianu: Forza
srpskohrvatski / српскохрватски: Sila
සිංහල: බලය
Simple English: Force
slovenčina: Sila
slovenščina: Sila
chiShona: Manikidzo
Soomaaliga: Awood
shqip: Forca
српски / srpski: Сила
Basa Sunda: Gaya
svenska: Kraft
Kiswahili: Kani
தமிழ்: விசை
తెలుగు: బలం
ไทย: แรง
Tagalog: Puwersa
Türkçe: Kuvvet
татарча/tatarça: Köç
українська: Сила
اردو: قوت
oʻzbekcha/ўзбекча: Kuch
vèneto: Forsa
Tiếng Việt: Lực
Winaray: Kusog
吴语:
ייִדיש: קראפט
中文:
Bân-lâm-gú: La̍t
粵語: