Ibhunga lezokhuseleko leZizwe eziManyeneyo

Ibhunga loKhuseleko leZizwe eziManyeneyo (UNSC) liyinxalenye yamalungu amathandathu aphezulu kuMazwe aManyeneyo. Ibhunga lokhuseleko lijongene nokugcina ucwangco okanye uxolo kunye nokhuseleko phakathi kwezizwe.

Ubulungu

Ali-15 amalungu e-UNSC kodwa mahlanu kuphela amalungu asisigxina. Nanga:

  • i-Tshayina
  • i-France
  • i-Russia
  • i-United Kingdom
  • i-United States

Izihlalo ezilishumi zikho okwe thutyana kwaye zigcinwe iminyaka emibini kunye nezizwe (amazwe)ezingaamalungu nezivotelwe ukuba zingene embuthweni ngokweengingqi ze Ngqungquthela yezizwe ezimanyeneyo. Ubongameli bebhunga lokhuseleko (i.e. iinkokheli) bujikeleza ngokoonobumba bokuqala bezizwe kwinyanga nganye. ukususela ngo-2014, amalungu ethutyana ali-10 ngala:[1]

  1. i-Argentina
  2. i-Australia
  3. i-Chad
  4. i-Chile
  5. i-Jordan
  6. i-Lithuania
  7. i-Luxembourg
  8. i-Nigeria
  9. i-Rwanda
  10. i-South Korea
Other Languages
беларуская: Савет Бяспекі ААН
беларуская (тарашкевіца)‎: Рада Бясьпекі ААН
føroyskt: Trygdarráð ST
مازِرونی: امنیت شورا
norsk nynorsk: Tryggingsrådet i SN
پنجابی: بچاؤ پریہا
srpskohrvatski / српскохрватски: Savet bezbednosti Ujedinjenih nacija
slovenščina: Varnostni svet ZN
татарча/tatarça: БМО Иминлек Шурасы
українська: Рада Безпеки ООН
Bân-lâm-gú: An-chôan Lí-sū-hōe