INANI

Ngokwencwadi yebhayibhile, jonga kwincwadi ye-Numbers (eBhayibhileni).
I-puzzle ye-Sudoku 
A Sudoku puzzle

Inani ligama elisisigama esisuka kwa-mathematika, elisetyenziswa xa kubalwa okanye kusenziwa umlinganiselo. 

Igama elithi nani lingachazwa ngeendlela ngeendlela,  elisetyenziswe ngalo nakwiliphi na isebe lakwamathe lakwamathe. 

  •  Abantu basebenzisa uphawu oluthile olumele amanani; bathi xa belubiza ludweliso lwamanani (zii-numerals) zii-numerals. Apho zixhaphake khona ezi numerals kukwimibhalo echaza izinto ukuba ziyintonina, njengakwiminxeba,ukuze kubekwe izinto ngokulandelelana kwazo, njengakumanani alandelelananyo, okanye ukuze kubekwe isiphawuli esinomahluko, njengakwi-ISBN, inani elinomahluko nenokubonwa ngalo incwadi.
  •  Amanani engqokolela yezinto asetyenziswa kumlinganiselo wokubona okokuba izinto ezo zibonakala kangaphi na kuloo ngqokolela yezi zinto]]. U-{A,B,C} unomlinganiselo wesi-"3".
  •  Amanani e-Ordinal asetyenziswa xa kubhekiswa luloo nto ithile kwingqokolela okanye ngokulandelelana kwazo (Eyokuqala, eyesibini, eyesithathu).
  • Abantu basebenzisa ii-symbols ukuze ibe zizo ezima kwindawo yamanani; batsho bazibize ezi-symbols ngokuba ngokuba zii- numerals. Iindawo ezithanda ukusetyenziswa kuzo ezi numerals kuxa ku-label-ishwa, njengoba sibona kumanani efowini, naxa si-oda, njengakumanani alandelelanayo kwii-oda zethu, okanye sibeke inani eliyakuthi yahluke ngalo i-oda leyo phakathi kwezinye ii-oda, njengakwi-ISBN, inani elisetyenziswa ukwahlula loo ncwadi kwezinye iincwadi, sitsho ke thina siyazi ngelo nani loo ncwadi xa siyifuna. 
  • Amanani a-Cardinal asetyenziswa xa kujongwa   okokuba ingaba zingaphina izinto ezikwingqokolela ethile. Umzekelo nanku ingqokolela yaba nobumba  {A,B,C} ilingana nenani elingu-"3".
  • Amanani a-ordinal asetyenziswa xa kugqalwa okanye kuboniswa ngokukodwa loo nto kthethwa ngayo ukuze yahluke kwezinye izinto eziqokolelwe ndawonye, into nganye ke kwezi iyakuthiwa ngokulandelelana kwazo kuthiwe yeyo-(kuqala, yeyesibini, yeyesithathu). Umzekelo, xa kubuzwa okokuba yeyiphi na le ntombi kwezi ntombi zikaKwayi ziluthoba, ebonelwe unyana kamfundisi uYekani? Impendulo isenokuthi yintombi yesithathu.

amanani asetyenziswa nakwezinye izinto ezingengomanani. amanani asetyenziswa xa kusenziwa umlinganiselo wezinto. Amanani asetyenziswa xa kufundwa okokuba lisebenza kanjani na ihlabathi. Izibalo yindlela yokusetyenziswa kwamanani ukuze kufundwe ngehlabathi kwenziwe nezinto. Isifundo ngemithetho yehlabathi kuthiwa zizifundo zenzululwazi. umsebenzi owenziwa ngokuthi kusetyenziswe amanani ukuze kwenziwe izinto kuthiwa zizifundo zobunjineli.

Amanani akwasetyenziswa nakwezinye izinto ngaphandle kokubala.  kusetyenziswa amanani xa kusenziwa umlinganiselo wezinto okanye xa kumentwa izinto. Amanani asetyenziswa xa kuphandwa ngendlela elisebenza ngayo ihlabathi.  I-Mathematics yindlela ekusetyenziswa ngayo amanani xa kufundwa ngehlabathi naxa kusenziwa izinto. Isifundo okanye uphando ngemithetho nemigaqo yehlabathi lemveli lubizwa ngokuba yi-science. Umsebenzi osebenzisa amanani xa kusenziwa into ubizwa ngokuba yi-  engineering.

Ukunikwa kwamanani iimpawu ezithile kwenziwa ngeendlela-ngeendlela.  Ezi ndlela ke zibizwa ngokuba zii-number systems. Eyona-number system ethanda ukusetyenziswa ngabantu yi-base ten number system. I-base ten number system ikwaziwa ngokuba yi-decimal number system. I-base ten number system ixhaphakile kuba abantu baneminwe elishumi neenzwane ezilishumi. Zili-10 iimpawu  zamanani {0, 1, 2, 3, 4, 5, 6, 7, 8, kunye no-9} ezisetyenziswa kwi-base ten number system. Ezimpawu zilishumi zibizwa ngokuba zii-digits.[1]

Other Languages
Afrikaans: Getal
Alemannisch: Zahl
አማርኛ: ቁጥር
aragonés: Numero
Ænglisc: Rīm
العربية: عدد
ܐܪܡܝܐ: ܡܢܝܢܐ
অসমীয়া: সংখ্যা
asturianu: Númberu
Atikamekw: Akitasowin
azərbaycanca: Ədəd
башҡортса: Һан
Boarisch: Zoih
žemaitėška: Skaitlios
беларуская: Лік
беларуская (тарашкевіца)‎: Лік
български: Число
Bahasa Banjar: Wilangan
বাংলা: সংখ্যা
བོད་ཡིག: གྲངས་ཀ།
brezhoneg: Niver
bosanski: Broj
буряад: Тоо
català: Nombre
Choctaw: Hohltina
کوردی: ژمارە
čeština: Číslo
Чӑвашла: Хисеп
Cymraeg: Rhif
dansk: Tal
Deutsch: Zahl
डोटेली: अंका
Ελληνικά: Αριθμός
emiliàn e rumagnòl: Nómmer
English: Number
Esperanto: Nombro
español: Número
eesti: Arv
euskara: Zenbaki
فارسی: عدد
Fulfulde: Limle
suomi: Luku
Võro: Arv
føroyskt: Tal
français: Nombre
Nordfriisk: Taal
Frysk: Getal
Gaeilge: Uimhir
贛語:
Gàidhlig: Àireamh
galego: Número
Avañe'ẽ: Papaha
עברית: מספר
हिन्दी: संख्या
hrvatski: Broj
Kreyòl ayisyen: Nonm
magyar: Szám
հայերեն: Թիվ
interlingua: Numero
Bahasa Indonesia: Bilangan
Ilokano: Numero
Ido: Nombro
italiano: Numero
日本語:
Patois: Nomba
la .lojban.: namcu
ქართული: რიცხვი
Taqbaylit: Amḍan
қазақша: Сан
ಕನ್ನಡ: ಸಂಖ್ಯೆ
한국어: 수 (수학)
kurdî: Hejmar
Latina: Numerus
Lëtzebuergesch: Zuel
лакку: Аьдад
Lingua Franca Nova: Numero
Luganda: Ennamba
Limburgs: Getal
ລາວ: ຈຳນວນ
lietuvių: Skaičius
latviešu: Skaitlis
मैथिली: अंक
Malagasy: Isa
олык марий: Шотпал
македонски: Број
മലയാളം: സംഖ്യ
मराठी: संख्या
Bahasa Melayu: Nombor
Mirandés: Númaro
မြန်မာဘာသာ: ကိန်း
Nāhuatl: Tlapōhualli
Plattdüütsch: Tahl
नेपाली: अंक
नेपाल भाषा: ल्याः
Nederlands: Getal (wiskunde)
norsk nynorsk: Tal
norsk: Tall
Novial: Nombre
Nouormand: Neunmétho
Sesotho sa Leboa: Nomoro
occitan: Nombre
Ирон: Нымæц
ਪੰਜਾਬੀ: ਅੰਕ
Pangasinan: Numero
polski: Liczba
پنجابی: نمبر
پښتو: عدد
português: Número
Runa Simi: Yupay
română: Număr
armãneashti: Numiru
tarandíne: Numere
русский: Число
русиньскый: Чісло
संस्कृतम्: संख्याः
саха тыла: Ахсаан
sicilianu: Nùmmuru
Scots: Nummer
Sängö: Nömörö
srpskohrvatski / српскохрватски: Broj
Simple English: Number
slovenščina: Število
chiShona: Nhamba
Soomaaliga: Tiro
shqip: Numri
српски / srpski: Број
Basa Sunda: Wilangan
svenska: Tal
Kiswahili: Namba
ślůnski: Nůmera
தமிழ்: எண்
ತುಳು: ಸಂಖ್ಯೆ
తెలుగు: సంఖ్య
тоҷикӣ: Адад
ไทย: จำนวน
ትግርኛ: ቁጽሪ
Türkmençe: San
Tagalog: Bilang
Türkçe: Sayı
Xitsonga: Nomboro
татарча/tatarça: Сан
українська: Число
اردو: عدد
oʻzbekcha/ўзбекча: Son
vèneto: Nùmaro
Tiếng Việt: Số
Winaray: Ihap
吴语:
хальмг: Тойг
ייִדיש: צאל
Yorùbá: Nọ́mbà
中文:
文言:
Bân-lâm-gú: Sò͘-ba̍k
粵語: