IJamani
English: Germany

IJamani
Bundesrepublik Deutschland
Flag of Germany.svgCoat of arms of Germany.svg
EU location GER.png
Ikomkhulu:I-Berlin
Ulwimi lwaseburhulumenteni:IsiJamani
Isiphaluka:357 385 km²
Uluntu:82 521 653 (2016)

IJamani lelinye lamazwe aseYurophu.

i-Jamani ngokwasesikweni lilizwe leengqokolela zamaphondo eRiphabhlikhi azilawula phantsi kwekomkhulu iJamani (IsiJamani: Bundesrepublik Deutschland, libizwa ngolu hlobo ˈbʊndəsʁepuˌbliːk ˈdɔʏtʃlant), yipalamente yeriphabhlikhi ezimeleyo kumbindi-ntshona waseYurophu. eli "lizwe" linamazwana ali-16 ize ikomkhulu lalo nesona sixeko sikhulu ibe yi-Berlin. I-Jamani ithathe umhlaba ongangama-357,385 eekhilomitha (137,903 sq mi) kwaye imozulu itshintsha qho. Linabahlali abazizigidi ezingama-82.5, nto leyo yenza okokuba libe lelona lizwe laziwayo kwiManyano yaseYurophu. I-Jamani yongamele ngamandla kwezoqoqosho nakwezopolitiko lwelizwekazi laseYurophu kwaye yinkokheli kwezembali kumasiko amanizni, ulwazi, nakwimiba yobuchwepheshe.

Intlanga-ngeentlanga zamaJamani zizinze kwindawo kungoku nje ebizwa ngokuba yiJamani esemaNtla kunye nomzantsi Scandinavia ukususela kwiminyaka yakudala-dala. Ingingqi ekuthiwa yi-Jamaniya yaashicilelwa ngamaRoma phambi ko-AD 100. Ngexesha lokuFuduka elathi langqamana ukuphela kobuKumkani bamaRomanokuphela kobuKumkani bamaRoma]], iintlanga zamaJamani zathi zanda ngakumazantsi de azifumanela izikumkani kwiindawo ezininzi eYurophu. Ekuqaleni kwenkulungwane ye-10, iingingqi zaseJamani zenza iziko lobukumkani bamaRoma aNgcwele. [16] Ngenkulungwane ye-16, iingqi zasentshona Jamani zaba l[[iziko labaqhankqalazela ukwakhiwa ngokutsha kobuKristu. Uzinzo kwiminyaka yeeMfazwe zikaNapoleon, ukuvela kwe-''Pan-Germanism'' ngaphakathi kuManyano lwamaJamani kwaba ngunozala womanyano lwamazwe amaninzi aseJamani kubuKumkani bamaJamani ngo-1871, phantsi kolawulo lwase-Prussia.

Emva koVukelo-mBuso lwaseJamani ngo-1918–1919 nangokunikezela komkhosi okwakulandelelana kwiMfazwe yoku-1 yeHlabathi, ubuKumkani basuswa kwafakwa ipalamente yeriphabhlikhi kaWeimer ngo-1918 yaza yalahlekelwa yinxalenye yeengingqi zayo kwisivumelwano soxolelwaniso saseVersailles. Nangona ngeli xesha yayitshila phambili kwimibandela yophando nakweyamasiko, iJamani yathi yathwaxwa kanobom kukugungqa kwezoqoqosho nakwezopolitiko kwathi kona ngexesha lembandezelo eNkulu kwanga kuthelwe ityuwa enxebeni. Ukufumaneka kwesiZwe sesiThathu okanye koburhulumente baseNazi]] ngo-1933 ekugqibeleni kwakhokelela kwiMfazwe yesi-2 yeHlabathi nakwi''Holocaust''. emva ko-1945, iJamani yahlulwa-hlulwa yaza yahlalwa zizizwe zeMvisiswano kumazwe amabini, Kwimpuma-Jamani nakwiNtshona-Jamani. Ngo-1990, ilizwe laphinda lamanyana.

I-Jamani ililizwe lesi-ne ngoqoqosho oluphezulu ngokwe-nominal GDP kwihlabathi lonke liphela ize iphinde ibelilizwe lesihlanu elinamandla okuthenga athe chatha. Njengentshali yehlabathi kwiinkampani zemveliso nezeteknoloji]] lilizwe lesibini ubukhulu ekuthumeleni iimpahla kwamanye amazwe iphinde ibe lelesithathu ubukhulu ilizwe elirhweba impahla kwamanye amazwe lize nayo ekhaya. Lilizwe eliphuhlileyo kunjalo umgangatho wentlalo yakhona uxhomile, uneempawu zokhuseleko lwentalo oluluqilima olubandakanya inkqubo ejongene nezempilo nekuyinkqubo yakudala yehlabathi lonke jikelele. Laziwa ngokutyeba kwezamasiko nakwezembali yezopolitiko, iJamani ibisakuba likhaya leengcali ezinefuthe, abadidiyeli beengoma, abaphandi, kunye nabayili. I-Jamani yayililungu labaphandi ekuhlaleni kwaseYurophu ngo-1957, apho yaba yi-EU ngo-1993. Ikwayinxalenye yengingqi [iSchengen|yaseSchengen]], kwaye ibe ililungu le-eurozone ukususela ngo-1999. I-Jamani ingamandla amakhulu, ikwalilungu leziZwe eziManyeneyo, le-NATO, le-G8, le-G20, e-OECD kunye nososiba waseYurophu.

  • imfundo ngemvelaphi yamagama nokutshintsha-tshintsha kwentsingiselo ywo ngokuhamba kweminyaka
  • imbali

Imfundo ngemvelaphi yamagama nokutshintsha-tshintsha kwentsingiselo ywo ngokuhamba kweminyaka

Igama elibhalwe ngesiNgesi elithi Germany lisuka kwigama lesiLatini elithi Germania, gama elo elaqala ukusetyenziswa emva kokuba uJulius Ceasar wathi waliphakamisela abantu basempuma yeRhine.[17] Eyona icacileyo, yoyokokuba ngu-Gauls owaqalayo ukubiza abantu ukuba bawele impuma yeRhine Germani (neyathi yasetyenziswa ngamaRoma) njengoko uhlanga lwemveli lwamaJamani lwalungazibizi ngamaGermanus okanye amaGermani. Ngoko ke eli gama lasetyenziswa kuphela kumhlaba wamaRoma kwaye lanika intsingiselo ethe chatha kubantu ababeyixhasa impuma yeRhine kunye/okanye umntla weDanube. [18] Igama lesiJamani elithi Deutschland (ngokwemveli diutisciu land, "umhlaba wamaDatshi") lisuka kwisiDatshi, isizukulwana esisuka kuluntu lwamaDatshi akudala olwaziwayo(i.e. bengamaDiot okanye "amaDiota"), lisetyenziselwa ukwahlula ulwimi lwabantu nje kwisilatini nakwisizukulwana samaRoma. Kwakhona kusukwa kuluntu lwama-Proto-Germanic *þiudiskaz (jonga nakwindlela yesiLatini i-Theodiscus), isuka kuhlanga lwamaYurophu olungama-Proto-Indo, abantetho isisiProto-Indo-European.

Other Languages
Acèh: Jeureuman
адыгабзэ: Германие
Afrikaans: Duitsland
Akan: Germany
Alemannisch: Deutschland
አማርኛ: ጀርመን
aragonés: Alemanya
Ænglisc: Þēodscland
العربية: ألمانيا
ܐܪܡܝܐ: ܓܪܡܢ
مصرى: المانيا
asturianu: Alemaña
авар: Герман
Aymar aru: Alimaña
azərbaycanca: Almaniya
تۆرکجه: آلمان
башҡортса: Германия
Boarisch: Deitschland
žemaitėška: Vuokītėjė
Bikol Central: Alemanya
беларуская: Германія
беларуская (тарашкевіца)‎: Нямеччына
български: Германия
भोजपुरी: जर्मनी
Bislama: Jemani
bamanankan: Alimaɲi
বাংলা: জার্মানি
བོད་ཡིག: འཇར་མན།
বিষ্ণুপ্রিয়া মণিপুরী: জার্মানি
brezhoneg: Alamagn
bosanski: Njemačka
ᨅᨔ ᨕᨘᨁᨗ: Jerman
буряад: Германи
català: Alemanya
Chavacano de Zamboanga: Alemania
Mìng-dĕ̤ng-ngṳ̄: Dáik-guók
нохчийн: Германи
Cebuano: Alemanya
Chamoru: Alemaña
ᏣᎳᎩ: ᎠᏛᏥ
Tsetsêhestâhese: Ma'evé'ho'éno
کوردی: ئەڵمانیا
corsu: Germania
qırımtatarca: Almaniya
čeština: Německo
kaszëbsczi: Miemieckô
словѣньскъ / ⰔⰎⰑⰂⰡⰐⰠⰔⰍⰟ: Нѣмьци
Чӑвашла: Германи
Cymraeg: Yr Almaen
dansk: Tyskland
Deutsch: Deutschland
Zazaki: Almanya
dolnoserbski: Nimska
डोटेली: जर्मनी
ދިވެހިބަސް: ޖަރުމަނުވިލާތް
ཇོང་ཁ: ཇཱར་མ་ནི
eʋegbe: Germany
Ελληνικά: Γερμανία
emiliàn e rumagnòl: Germâgna
English: Germany
Esperanto: Germanio
español: Alemania
eesti: Saksamaa
euskara: Alemania
estremeñu: Alemaña
فارسی: آلمان
Fulfulde: Almaanya
suomi: Saksa
Võro: S'aksamaa
Na Vosa Vakaviti: Jamani
føroyskt: Týskland
français: Allemagne
arpetan: Alemagnes
Nordfriisk: Tjüschlönj
furlan: Gjermanie
Frysk: Dútslân
Gaeilge: An Ghearmáin
Gagauz: Germaniya
贛語: 德國
Gàidhlig: A' Ghearmailt
galego: Alemaña
گیلکی: آلمان
Avañe'ẽ: Alemáña
गोंयची कोंकणी / Gõychi Konknni: जर्मनी
ગુજરાતી: જર્મની
Hausa: Jamus
客家語/Hak-kâ-ngî: Tet-koet
Hawaiʻi: Kelemānia
עברית: גרמניה
हिन्दी: जर्मनी
Fiji Hindi: Germany
hrvatski: Njemačka
hornjoserbsce: Němska
Kreyòl ayisyen: Almay
հայերեն: Գերմանիա
Արեւմտահայերէն: Գերմանիա
interlingua: Germania
Bahasa Indonesia: Jerman
Interlingue: Germania
Igbo: Jémanị
Ilokano: Alemania
ГӀалгӀай: Германи
íslenska: Þýskaland
italiano: Germania
ᐃᓄᒃᑎᑐᑦ/inuktitut: ᔮᒪᓂ
日本語: ドイツ
Patois: Joermani
la .lojban.: dotygu'e
Jawa: Jerman
ქართული: გერმანია
Qaraqalpaqsha: Germaniya
Taqbaylit: Lalman
Адыгэбзэ: Джэрмэн
Kabɩyɛ: Caama
Kongo: Alemanyi
Gĩkũyũ: Njĩrĩmani
қазақша: Германия
kalaallisut: Tyskit Nunaat
ភាសាខ្មែរ: អាល្លឺម៉ង់
ಕನ್ನಡ: ಜರ್ಮನಿ
한국어: 독일
Перем Коми: Немечму
къарачай-малкъар: Германия
Ripoarisch: Dütschland
kurdî: Almanya
kernowek: Almayn
Кыргызча: Германия
Latina: Germania
Ladino: Almania
Lëtzebuergesch: Däitschland
лезги: Германия
Lingua Franca Nova: Deutxland
Luganda: Girimane
Limburgs: Duitsland
Ligure: Germania
lumbaart: Germania
lingála: Alémani
لۊری شومالی: آلمان
lietuvių: Vokietija
latgaļu: Vuoceja
latviešu: Vācija
मैथिली: जर्मनी
Basa Banyumasan: Jerman
Malagasy: Alemaina
олык марий: Немыч Эл
Māori: Tiamana
Baso Minangkabau: Jerman
македонски: Германија
മലയാളം: ജർമ്മനി
монгол: Герман
मराठी: जर्मनी
Bahasa Melayu: Jerman
Malti: Ġermanja
Mirandés: Almanha
မြန်မာဘာသာ: ဂျာမနီနိုင်ငံ
مازِرونی: آلمان
Dorerin Naoero: Djermani
Nāhuatl: Alemania
Napulitano: Germania
Plattdüütsch: Düütschland
Nedersaksies: Duutslaand
नेपाली: जर्मनी
नेपाल भाषा: जर्मनी
Nederlands: Duitsland
norsk nynorsk: Tyskland
norsk: Tyskland
Novial: Germania
Nouormand: Allemangne
Sesotho sa Leboa: Jeremane
Chi-Chewa: Germany
occitan: Alemanha
Livvinkarjala: Germuanii
Oromoo: Jarmanii
ଓଡ଼ିଆ: ଜର୍ମାନୀ
Ирон: Герман
ਪੰਜਾਬੀ: ਜਰਮਨੀ
Pangasinan: Alemanya
Kapampangan: Alemanya
Papiamentu: Alemania
Picard: Alemanne
Deitsch: Deitschland
Pälzisch: Deutschland
पालि: जर्मनी
Norfuk / Pitkern: Doichland
polski: Niemcy
Piemontèis: Almagna
پنجابی: جرمنی
Ποντιακά: Γερμανία
پښتو: المان
português: Alemanha
Runa Simi: Alimanya
rumantsch: Germania
romani čhib: Jermaniya
Kirundi: Ubudage
română: Germania
armãneashti: Ghermãnia
tarandíne: Germanie
русский: Германия
русиньскый: Нїмецько
Kinyarwanda: Ubudage
संस्कृतम्: शर्मण्यदेशः
саха тыла: Германия
ᱥᱟᱱᱛᱟᱲᱤ: ᱡᱟᱨᱢᱟᱱᱤ
sardu: Germania
sicilianu: Girmania
Scots: Germany
سنڌي: جرمني
davvisámegiella: Duiska
srpskohrvatski / српскохрватски: Njemačka
සිංහල: ජර්මනිය
Simple English: Germany
slovenčina: Nemecko
slovenščina: Nemčija
Gagana Samoa: Siamani
chiShona: Germany
Soomaaliga: Jarmalka
shqip: Gjermania
српски / srpski: Њемачка
Sranantongo: Doysrikondre
SiSwati: IJalimane
Sesotho: Jeremane
Seeltersk: Düütsklound
Basa Sunda: Jérman
svenska: Tyskland
Kiswahili: Ujerumani
ślůnski: Mjymcy
தமிழ்: ஜெர்மனி
ತುಳು: ಜರ್ಮನಿ
తెలుగు: జర్మనీ
tetun: Alemaña
тоҷикӣ: Олмон
ትግርኛ: ጀርመን
Türkmençe: Germaniýa
Tagalog: Alemanya
Tok Pisin: Siamani
Türkçe: Almanya
Xitsonga: Jarimani
татарча/tatarça: Алмания
chiTumbuka: Germany
Twi: Gyaaman
reo tahiti: Heremani
тыва дыл: Германия
удмурт: Германия
ئۇيغۇرچە / Uyghurche: گېرمانىيە
українська: Німеччина
اردو: جرمنی
oʻzbekcha/ўзбекча: Germaniya
vèneto: Germania
vepsän kel’: Saksanma
Tiếng Việt: Đức
West-Vlams: Duutsland
Volapük: Deutän
walon: Almagne
Winaray: Alemanya
Wolof: Almaañ
吴语: 德国
მარგალური: გერმანია
ייִדיש: דייטשלאנד
Yorùbá: Jẹ́mánì
Vahcuengh: Dwzgoz
Zeêuws: Duutsland
中文: 德国
文言: 德國
Bân-lâm-gú: Tek-kok
粵語: 德國
isiZulu: IJalimani