Amanqindi

umdlalo wamanqindi wodidi oluphezulu kubonakaliswa uRicardo Domínguez esilwa noRafael Ortiz

Amanqindi ngomnye wemidlalo emidala nenomtsalane kwihlabathi lonke jikelele. udla ngokubanjelwa kwisazinge baze bathi abadlali bamanqindi ababini (abathabatha inxaxheba kulo mdlalo) banxibe iigloves ezenzelwe lo mdlalo baze babethane.Zimbalwa iindlela zokuphumelela kumdlalo wamanqindi. Enye yawo kukuphumelela ngokulalisa ngophotho, apho ke kuxa umdlali ebethwe wawa phantsi imizuzwana elishumi engephindanga avuke. enye indlela kukubethwa ngetechnical knockout, apho ke umdlali engenakuphinde aqhubeke nokulwa okanye xa unompempe ewumisile umdlalo. Okunye okungenzeka kukuphumelela ngamanqaku, athi afunyanwe ngusomanqindi ngokulwa kwakhe nomnye umdlali wamanqindi ngokuthi ambethe izihlandlo ezininzi, embetha kakhulu, emchana. kukho nokulingana kwamanqaku kumdlalo wamanqindi. usompempe usenokumemezela ukulingana kwamanqaku ngenxa yengozi ethe yadala ukukrazuka kwendawo ethile komnye wabadlali okanye ngenxa yenxeba elithe lenzeka ngengozi, njengenxeba elisentloko. Ngokomthetho oku akukhalazelwa. kodwa, kumjikelo wesibini, okanye kowesine kwezinye iindawo, ukuba amanqaku ayalingana macala omabini, umlo kufuneka ubizwe nje ngonamanqaku alinganayo. umdlalo wamanqindi uthandwa kakhulu kwihlabathi jikelele.

  • iintshatsheli zomdlalo wamanqindi

Iintshatsheli zomdlalo wamanqindi

  • uMuhammad Ali
  • Rubin "Hurricane" Carter
  • uNonito Donaire
  • uOscar de la Hoya
  • uJack Dempsey
  • uGeorge Foreman
  • uJoe Frazier
  • uEvander Holyfield
  • uLennox Lewis
  • uJoe Louis
  • uRocky Marciano
  • uManny Pacquiao
  • uWillie Pep
  • uSugar Ray Robinson
  • uMax Schmeling
  • uMike Tyson
  • uFloyd Mayweather, Jr.
Other Languages
Аҧсшәа: Абокс
Afrikaans: Boks
aragonés: Boxeyo
Ænglisc: Fȳstlāc
العربية: ملاكمة
asturianu: Boxéu
azərbaycanca: Boks
تۆرکجه: بوکس
башҡортса: Бокс
беларуская: Бокс
беларуская (тарашкевіца)‎: Бокс
български: Бокс
བོད་ཡིག: ཁུར་འཛིང་།
brezhoneg: Boks
bosanski: Boks
català: Boxa
нохчийн: Бокс
کوردی: مستانی
čeština: Box
kaszëbsczi: Piscowanié
Cymraeg: Paffio
dansk: Boksning
Deutsch: Boxen
Ελληνικά: Πυγμαχία
English: Boxing
Esperanto: Boksado
español: Boxeo
eesti: Poks
euskara: Boxeo
فارسی: بوکس
suomi: Nyrkkeily
føroyskt: Nevaleikur
français: Boxe
Frysk: Boksen
Gàidhlig: Dòrnaireachd
galego: Boxeo
客家語/Hak-kâ-ngî: Po̍k-sin-kú
עברית: איגרוף
hrvatski: Boks
Kreyòl ayisyen: Bòks
հայերեն: Բռնցքամարտ
Bahasa Indonesia: Tinju
Ilokano: Boksingero
íslenska: Hnefaleikar
italiano: Pugilato
ᐃᓄᒃᑎᑐᑦ/inuktitut: ᒥᖏᑎᑕᐅᑎᔪᖅ
日本語: ボクシング
Patois: Baxin
Basa Jawa: Tinju
ქართული: კრივი
Qaraqalpaqsha: Boks
қазақша: Бокс
한국어: 권투
Кыргызча: Бокс
lietuvių: Boksas
latviešu: Bokss
Baso Minangkabau: Tinju
македонски: Бокс
മലയാളം: ബോക്സിങ്
монгол: Бокс
मराठी: बॉक्सिंग
Bahasa Melayu: Tinju
Mirandés: Boxe
မြန်မာဘာသာ: လက်ဝှေ့ထိုးခြင်း
Napulitano: Pugilato
Plattdüütsch: Boxen
नेपाली: मुक्केबाजी
Nederlands: Boksen
norsk: Boksing
occitan: Bòxa anglesa
Ирон: Бокс
ਪੰਜਾਬੀ: ਮੁੱਕੇਬਾਜ਼ੀ
polski: Boks
Piemontèis: Bòcs
português: Boxe
Runa Simi: Saqmanakuy
română: Box
русский: Бокс
саха тыла: Бокс
sicilianu: Puggilatu
Scots: Boxin
سنڌي: باڪسنگ
davvisámegiella: Boksen
srpskohrvatski / српскохрватски: Boks
සිංහල: බොක්සිං
Simple English: Boxing
slovenčina: Box (šport)
slovenščina: Boks
chiShona: Tsiva
Soomaaliga: Feedh (ciyaar)
shqip: Boksi
српски / srpski: Бокс
Basa Sunda: Tinju
svenska: Boxning
Kiswahili: Mchezo wa ngumi
тоҷикӣ: Бокс
Türkmençe: Boks
Tagalog: Boksing
Türkçe: Boks
татарча/tatarça: Бокс
українська: Бокс
اردو: مکے بازی
oʻzbekcha/ўзбекча: Boks
Tiếng Việt: Quyền Anh
Winaray: Boksingero
ייִדיש: באקס
中文: 拳击
Bân-lâm-gú: Bo̍k-sìn-guh
粵語: 拳擊